Vuyile Mpakama

Vuyile Mpakama Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Vuyile Mpakama, Gqebera.

13/11/2025
20/09/2023

Good morning to everyone. Mna ndaye ndayicima I date ye birthday reminder yam apha ku Facebook kuba ndisithi noko maan ikwekwe ikhulile ngoku, but ke bendingayazi ukuba lento ayinabudala nabuncinci, ndakude ndibelixhego kusithiwa happy birthday. Ndifuna ke ukuthi kuninonke bantu ebendinqwenelele usuku lwam lokuzalwa izolo enkosi ngokungazenzisiyo, nenze njalo nakwabanye. I know ba sometime sidibene apha mhlawumbi besisazana kwase kukhuleni okanye sibonane ekuphangeleni, mhlawumbi sasifunda kunye or sazana nje apha ku Facebook enkosi ngeminqwenelelo yempumelelo nempilo entle k*m inkulu into enindenzele Yona enkosini kuni nonke. Andingomntu ke ufane abhale isixhosa apha kuba ndoyika nokubhuda okanye ndibhale into engeyiyo ingekukuba andiluthandi ulwimi lwam lwe sixhosa, qha naso xa ndisithetha okanye ndisibhala ngase sichaneke yaye sisulungeke. Abanye bayathanda ukuthi soze umve ebhala izinto zakhe nakulo Facebook soloko echaphula izinto zabanye abantu, asiyonyani ke lonto. Mntu akalibaleki yaye wonke umntu ubalulekile apha emhlabeni. Mna ndiyakubona ukubaluleka kokuhlala ndindim, ndizithande ndizigcine ndinoxolo k*m ngaphakathi, kaloku siphila kwixesha elinzima ngoku yonke into, iimisebenzi iyaphela, abantu abaninzi abaphangeli, so imali ye data nayo ayikho kodwa ke enkosi kwabo ndi respondileyo Kubo kanti nakwabo ndinga respondanga iimini aziphelanga nakwabo bangafumananga thuba uyabulela u Vuyile Mpakama enkosi.

21/12/2021

ETC - East Cape Training Centre
Proudly Advancing Skills Development

Phone: +27 (0) 414563951/1616
Fax: +27 (0) 414563951
Email : [email protected]
Bored of your current learning institution!
"Choice" There is only one choice. Secure your future with ETC.
"Wonder" You never have to wonder with ETC.

21/12/2021

AFGRI Advertising
Growth the natural outcome

Tel: +27 (0) 110632620

21/12/2021

CATCHY

Digital • Prints • Embroidery

Your one stop clothing branding shop.

21/12/2021

Silver Fox Logo Design

Silver Fox Seedlings
100% Organic & Home Grown - Digging it.

21/12/2021

Luvly Jubbly Logo Design

Exclusive Equestrian Wear.

21/12/2021

Logo Design

3 Fat Pigs - delicious gourmet cheeses

21/12/2021

Shout Media Re-branding

We provide the whole of Shout, South Africa with marketing material.

Address

Gqebera

Telephone

+27716767704

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Vuyile Mpakama posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share